Ukhuseleko

Ukunxulumana neZenzele

Ukuze ukwazi ukusebenzisa iinkonzo zedatha ze Zenzele kufuneka ube uqhagamshelene kunye nezinye zee Wi-fi hotspots zethu. Kuseto lwakho lwe Wi-fi lwendawu kufuneka uqinisekise ukuba uqhagamshelene kunye nezinye zee Wi-fi hotspots zethu. Zonke ii-hotspots zethu zibizwa ngoZenzele. Bona ngezantsi ukuze uqinisekise ukuba usebenzisa uthungelwano lwe Zenzele okanye hayi.

Ukuba asikabinaso isigubungelo kwindawo yakho, nceda
yongeza kuluhlu lwethu lokulinda kwaye siza kukwazisa ukuba ungayisebenzisa nini iZenzele ngedatha enexabiso eliphantsi.



Iyalayisha... 

Ngoku siqhuba inkonzo yethu kwezi ndawo

KwaZulu-Natal

Ethekwini

King Cetswayo